{"id":44074,"date":"2023-04-27T06:06:19","date_gmt":"2023-04-27T04:06:19","guid":{"rendered":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/"},"modified":"2025-03-20T01:52:24","modified_gmt":"2025-03-19T23:52:24","slug":"kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/","title":{"rendered":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo"},"content":{"rendered":"\n<p>Ngubani owakhe wayicinga ukuba kungaze kukhuthuzwe, kudlwengulwe abantu ecaweni phambi kwabantu bejongile? <\/p>\n\n\n\n<p>Lowo ngumbuzo ubujoliswe kwihlokondiba labantu abathe bazibandakanya nomthandazo woxolo obubanjwe kwiholo labahlali base Taiwan iSacla, ngoMgqibelo umhla wama 22 kuTshazimpunzi.<\/p>\n\n\n\n<p>Lo mthandazo, nobuququzelelwe nguceba kaWadi 87 uKhayalethu Kama, ebambisene namapolisa, iinkokheli zesintu, ezakwalizwi, amalungu eqonga elijongene nokhuseleko loluntu ekuhlaleni (icommunity policing forum (CPF) ngolwimi lwasemzini, abafundisi kunye neminye imibutho yasekuhlaleni, ubujoliswe kwabo baneentliziyo ezityumkileyo ngenxa yokushiywa ngamalungu osapho kunye nabo bathi baxhatshazwa ngamaqabane okanye abalingani ngokubethwa okanye udlwengulo. <\/p>\n\n\n\n<p>Umthandazo uqulunqwe emva kothotho lweziganeko ezimanyukunyezi ezithe zehla kule ndawo kutshanje. <\/p>\n\n\n\n<p>Ezi ziquka ukukhuthuzwa kwamalungu ebandla lamaZayoni i- Showers of Blessings (\u201cThugs raid church\u201d <span>City Vision <\/span>20 April), kunye nokudlwengulwa, kubulawe intwazana eminyaka ili 13 u-Thimna Kuze kwiiveki ezine ezidlulileyo.<\/p>\n\n\n\n<p>Ukanti amapolisa sele enqakule avalela abarhanelwe kuzo zozibini ezi ziganeko. Amatyala abo ayaqhuba kwinkundla ka mantyi yaseKhayelitsha. <\/p>\n\n\n\n<p>Ngethuba lalo mthandazo, nalapho abahlali badele ingqele ibiqhaqhazelisa amazinyo bangena esixekweni, u-Kama ugxibhe waxabela amadoda ngokusilela ekulweni nobundlobongela obujoliswe kubantu ababhinqileyo. <\/p>\n\n\n\n<p>Ngaxeshanye ubongoze yonke imibutho yasekuhlaleni ukuba ime ngeenyawo, isebenzisane namapolisa ukulwa ubundlobongela. <\/p>\n\n\n\n<p>Uchaze indlela ezigqugqisa ngayo izikrelemnqa kula ngigqi nje ngeyothusayo. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cUhlobo ubundlobongela ubonyuke ngalo eSite C buyothusa. Ngubani owakhe wayicinga ukuba kungaze kukhuthuzwe de badlwengulwe abantu ecaweni phambi kwabantu bejongile. Kuyabonakala nje ukuba ukhona umoya omdaka ongenelelayo kubantu bonke, ingakumbi kulutsha. Nguwo ke lo siwulwayo xa sithandaza,\u201d uthethe watsho. <\/p>\n\n\n\n<p>Waleke ngelithi abazukuphelela nje ekuthandazeni, zininzi ezinye iinkqubo abazakuza nazo ekuhlaleni ukuzama uxhobisa uluntu jikelele. <\/p>\n\n\n\n<p>La maphulo aquka imbizo zamadoda, uchaze ngelitshoyo.<\/p>\n\n\n\n<div contenteditable=\"false\" data-embed24=\"Images\" data-pos=\"middle\" id=\"embed_6e01e361\">\n<div class=\"slide\"><img decoding=\"async\" alt=\"\" data-smallsrc=\"https:\/\/cdn.24.co.za\/files\/Cms\/General\/d\/449\/aba2420a1838403f98edae288a41d26d.jpg\" src=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/ebbfa875e116483c9279baf271bb8ea1.jpg\" title=\"Abahlali bayathandaza bacela intethelelo kophezulu.\"><p><\/p>\n<div class=\"caption\">Abahlali bayathandaza bacela intethelelo kophezulu.<\/div>\n<div class=\"img_accreditation\"><span class=\"source\" style=\"display:none;\"><\/span><span class=\"photographer\" style=\"display:none;\"><\/span><\/div>\n<\/div>\n<\/div>\n\n\n\n<p>U-Kama uthe kwanele ngokuxhatshazwa kwabantu ababhinqileyo nabantwana kwakunye nokudlwengulwa kwabo.<\/p>\n\n\n\n<p>Unobhala weqela elilwa ubundlobongela eKhayelitsha, uPhindile George ugxeke amadoda ngokusilela ekuxhaseni amaphulo okulwa ubundlobongela kunye nokuxhatshazwa kwabantu abangoomama kunye nabantwana. <\/p>\n\n\n\n<p>Uqhube wathi kubalulekile ukuba babenephulo apho bazakuya ncakasana kwezindawo bahlala kuzo abantu abangootata bayokubakhupha kuzo. <\/p>\n\n\n\n<p>Uqhube wathi ukuba ngaba abantu abangootata bahlala kwamam\u2019 uyandichaza bazakuya khona, ukanti ukuba bahlala ezikoneni bazakuya kuzo. Uye wabongoza ulutsha ukuba luthi gqolo ukuzibandakanya neenkqubo zokugcina uxolo nokulwa ubundlobongela ekuhlaleni. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cKumaxesha amaninzi abantu ababandakanyekayo kwizenzo zobubi ngabantu abangootata okanye amadoda, ingakumbi ulutsha. Sifuna ulutsha ibelilo elihamba phambili kuzo zonke izinto ezenziwayo ekuhlaleni, ingakumbi ezakha ukuhlala.<\/p>\n\n\n\n<p>Iyandixhalabisa into yokubabona abantu abangootata bembalwa kangaka ingakumbi kwiindibano ezikumila kunje ngale sikuyo namhlanje,\u201d utshilo uGeorge.<\/p>\n\n\n\n<p>Wongeze ngelithi amanina ayazibonakalisa ukuba ayinxalenye yezintshukumo.<\/p>\n\n\n\n<p>Umphathi wesikhululo samapolisa aseKhayelitsha uBrig Mnoneleli Magobiyane uchaze iKhayelitsha njengesinye sezikhululo ezihamba phambili kulwaphulo mthetho, ingakumbi ukuxhatshazwa kwamanina nabantwana.<\/p>\n\n\n\n<p>\u201cKwizikhululo ezingaphaya kwewaka, kwilizwe lonke, iKhayelitsha ipha kanye phezulu kweziya zokuqala zilishumi ngokuxhaphaza amanina nabantwana. Ithi lonto kubalulekile yonke imibutho elapha ekuhlaleni isebenzisane namapolisa ukuzama ukulwa ubundlobongela kunye nokuxhatshazwa kwabantu abangoomama nabantwana,\u201d uthethe watsho uMagobiyane. <\/p>\n\n\n\n<p>Uye wabongoza abahlali ukuba babengamehlo kunye neendlebe zawo. Ucacise wathi wonke umntu uyachaphazeleka kubundlobongela ngendlela ezininzi ezahlukeneyo. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cLompu udla ngowuva udubula ubusuku bonke ngomso ungadubula wena okanye isizalwane sakho. Kubalulekile singabahlali ukuba siphakame sime ngenyawo sisebenzisane silwe obu bundlobongela bugqugqisayo kwindawo esihlala kuzo,\u201d uthethe watsho Magobiyane.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ngubani owakhe wayicinga ukuba kungaze kukhuthuzwe, kudlwengulwe abantu ecaweni phambi kwabantu bejongile.<\/p>\n","protected":false},"author":20,"featured_media":44079,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_yoast_wpseo_linkdex":"","_yoast_wpseo_content_score":"","_yoast_wpseo_inclusive_language_score":"","_yoast_wpseo_is_cornerstone":"","_yoast_wpseo_canonical":"","_yoast_wpseo_opengraph-title":"","_yoast_wpseo_opengraph-description":"","_yoast_wpseo_opengraph-image":"","_yoast_wpseo_opengraph-image-id":"","_yoast_wpseo_twitter-title":"","_yoast_wpseo_twitter-description":"","_yoast_wpseo_twitter-image":"","_yoast_wpseo_twitter-image-id":"","newspack_ads_suppress_ads":false,"newspack_sponsor_sponsorship_scope":"","newspack_sponsor_native_byline_display":"inherit","newspack_sponsor_native_category_display":"inherit","newspack_sponsor_underwriter_style":"inherit","newspack_sponsor_underwriter_placement":"inherit","_crsspst_to_novanewscoza":false,"_crsspst_to_novanewscozabloemnewsexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozadistrictmailhelderberg":false,"_crsspst_to_novanewscozaeikestadnuus":false,"_crsspst_to_novanewscozahermanustimes":false,"_crsspst_to_novanewscozakomani-karoo":false,"_crsspst_to_novanewscozakougaexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozamthathaexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozanoordkaapbulletin":false,"_crsspst_to_novanewscozapaarlpost":false,"_crsspst_to_novanewscozapeexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozapeoplespost":false,"_crsspst_to_novanewscozaswartlandgazette":false,"_crsspst_to_novanewscozatygerburger":false,"_crsspst_to_novanewscozaudexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozavistanews":false,"_crsspst_to_novanewscozavrystaatkroon":false,"_crsspst_to_novanewscozaweskusnuus":false,"_crsspst_to_novanewscozaweslander":false,"_crsspst_to_novanewscozaworcesterstandard":false,"_EventAllDay":"","_EventTimezone":"","_EventStartDate":"","_EventEndDate":"","_EventStartDateUTC":"","_EventEndDateUTC":"","_EventShowMap":"","_EventShowMapLink":"","_EventURL":"","_EventCost":"","_EventCostDescription":"","_EventCurrencySymbol":"","_EventCurrencyCode":"","_EventCurrencyPosition":"","_EventDateTimeSeparator":"","_EventTimeRangeSeparator":"","_EventOrganizerID":"","_EventVenueID":"","_OrganizerEmail":"","_OrganizerPhone":"","_OrganizerWebsite":"","_VenueAddress":"","_VenueCity":"","_VenueCountry":"","_VenueProvince":"","_VenueState":"","_VenueZip":"","_VenuePhone":"","_VenueURL":"","_VenueStateProvince":"","_VenueLat":"","_VenueLng":"","_VenueShowMap":"","_VenueShowMapLink":"","_application":"","_batch_id":"","_company_name":"","_company_tagline":"","_company_twitter":"","_company_video":"","_company_website":"","_custom_id":"9a47d87c-60be-4b78-a99c-e70b9497b1af","_EventDuration":"","_EventOrigin":"","_EventTimezoneAbbr":"","_featured":"","_filled":"","_job_expires":"","_job_location":"","_media_credit":"","_media_credit_url":"","_menu_item_menu_item_parent":"","_menu_item_object":"","_menu_item_object_id":"","_menu_item_target":"","_menu_item_type":"","_menu_item_url":"","_menu_item_xfn":"","_navis_media_can_distribute":"","_navis_media_credit_org":"","_OrganizerOrigin":"","_provider":"","_pum_built_in":"","_pum_default_theme":"","_pum_form_conversion_count":"","_remote_id":"","_remote_name":"","_remote_position":"","_report_frequency":"","_report_reference_dates":"","_send_attempts":"","_site_id":"","_sitemap_exclude":"","_sitemap_frequency":"","_sitemap_priority":"","_source_url":"","_subscription_period":"","_subscription_period_interval":"","_subscription_price":"","_tec_slr_enabled":"","_tec_slr_layout":"","_template_type":"","_ticket_end_date":"","_ticket_start_date":"","_tribe_aggregator_allow_multiple_organizers":"","_tribe_aggregator_content_type":"","_tribe_aggregator_file":"","_tribe_aggregator_finalized":"","_tribe_aggregator_hash":"","_tribe_aggregator_import_id":"","_tribe_aggregator_import_name":"","_tribe_aggregator_interactive":"","_tribe_aggregator_origin":"","_tribe_aggregator_post_status":"","_tribe_aggregator_preview":"","_tribe_aggregator_source_name":"","_tribe_aggregator_type":"","_tribe_default_ticket_provider":"","_tribe_hide_attendees_list":"","_tribe_rsvp_for_event":"","_tribe_ticket_capacity":"","_tribe_ticket_header":"","_tribe_ticket_show_description":"","_tribe_ticket_show_not_going":"","_tribe_ticket_version":"","_type":"","_VenueOrigin":"","_wp_attachment_context":"","_wp_attachment_image_alt":"","_wp_font_face_file":"","_wp_old_date":"","_yoast_wpseo_estimated-reading-time-minutes":"","_yoast_wpseo_focuskeywords":"","_yoast_wpseo_focuskw_text_input":"","_yoast_wpseo_keywordsynonyms":"","_yoast_wpseo_primary_block-catalog":"","_yoast_wpseo_primary_category":"","_yoast_wpseo_primary_job_listing_type":"","_yoast_wpseo_primary_nova_retailer":"","_yoast_wpseo_primary_publication":"","_yoast_wpseo_primary_tribe_events_cat":"","_yoast_wpseo_videositemap-duration":"","_yoast_wpseo_videositemap-rating":"","_menu_item_classes":[],"_tribe_modified_fields":[],"_wp_attachment_backup_sizes":[],"_wp_suggested_privacy_policy_content":[],"_yoast_post_redirect_info":[],"_yoast_wpseo_video_meta":[],"activation_date":"","archive_insertion_is_repeating":"","archive_insertion_posts_count":"","article_feature_media":"","article_feature_type":"","article_main_image_caption":"","article_media_icon":"","article_template":"","author_byline":"Unathi Obose","background_color":"","block_editor":"","byline":"","cmplz_hide_cookiebanner":"","competition_end_date":"","contact_advertise_email":"","contact_advertise_phone":"","contact_editorial_email":"","contact_general_email":"","contact_general_phone":"","contact_office_hours":"","contact_physical_address":"","enabled":"","featured_image_custom_caption":"","featured_video_url":"","fields":"","font_body":"","font_header":"","frequency":"","headline":"","hide_border":"","icon":"","is_wp_suggestion":"","issuu_download_url":"","issuu_embed_url":"","language_version_url":"","large_border":"","name":"","nm_contact_name":"","nm_contact_number":"","nm_date_lost":"","no_overlay_background":"","node-url":"","obituary_born_date":"","obituary_died_date":"","obituary_memoriam_text":"","origin":"","overlay_color":"","overlay_opacity":"","overlay_size":"","placement":"","plural_label":"","post_author":"","post_id":"","post_language":"en","secret-key":"","sponsored_utm_campaign":"","sponsored_utm_content":"","sponsored_utm_medium":"","sponsored_utm_source":"","sponsored_utm_term":"","start_date":"","utm_suppression":"","video_embed_url":"","wp_pattern_sync_status":"","data_version":[],"enclosure":[],"pongrass_image":[],"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_newspack_byline_active":false,"_newspack_byline":"","newspack_content_restriction_is_exempt":false,"scaip_prevent_shortcode_addition":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1],"tags":[],"newspack_spnsrs_tax":[],"publication":[],"class_list":["post-44074","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-news"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO Premium plugin v27.8 (Yoast SEO v27.8) - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-premium-wordpress\/ -->\n<title>Kuthandazelwa uxolo ne nzolo | City Vision<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ngubani owakhe wayicinga ukuba kungaze kukhuthuzwe, kudlwengulwe abantu ecaweni phambi kwabantu bejongile.\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"City Vision\" \/>\n<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2023-04-27T04:06:19+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-03-19T23:52:24+00:00\" \/>\n<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:width\" content=\"1020\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:height\" content=\"765\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:type\" content=\"image\/jpeg\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"Unathi Obose\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:creator\" content=\"@cityvisionlive\" \/>\n<meta name=\"twitter:site\" content=\"@cityvisionlive\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"City Vision\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"City Vision\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458\"},\"headline\":\"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo\",\"datePublished\":\"2023-04-27T04:06:19+00:00\",\"dateModified\":\"2025-03-19T23:52:24+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/\"},\"wordCount\":468,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg\",\"articleSection\":[\"News\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#respond\"]}],\"copyrightYear\":\"2023\",\"copyrightHolder\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"}},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/\",\"name\":\"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo | City Vision\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#website\"},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#primaryimage\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg\",\"datePublished\":\"2023-04-27T04:06:19+00:00\",\"dateModified\":\"2025-03-19T23:52:24+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/\"]}]},{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#primaryimage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg\",\"width\":1020,\"height\":765,\"caption\":\"Uceba ka Wadi 87 uKhayelethu Kama uthetha nabahlali ngexa bekubanjwe umthandazo kwiholo labahlali base Taiwan iSacla.uMFANEKISO: UNATHI OBOSE\"},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"News\",\"item\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/news\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":3,\"name\":\"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\",\"name\":\"City Vision\",\"description\":\"To Inform, Engage and Empower Local Communities\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\",\"name\":\"City Vision\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/city-vision-site-icon.png\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/city-vision-site-icon.png\",\"width\":512,\"height\":512,\"caption\":\"City Vision\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/CityVisionOnline\\\/\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/cityvisionlive\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@cityvisionnews\"],\"description\":\"City Vision is a free weekly community newspaper distributed every Thursday in the townships of the Cape Peninsula, including areas such as Khayelitsha, Gugulethu, and Nyanga. Published in both English and isiXhosa, it serves as a vital source of local news and information for these communities.\",\"email\":\"cityvision@novusmedia.co.za\",\"telephone\":\"021 910 6500\",\"legalName\":\"Novus Media (Pty) Ltd\",\"foundingDate\":\"2025-01-01\",\"vatID\":\"4100318916\",\"taxID\":\"2000\\\/018234\\\/07\",\"numberOfEmployees\":{\"@type\":\"QuantitativeValue\",\"minValue\":\"51\",\"maxValue\":\"200\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458\",\"name\":\"City Vision\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"City Vision\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/author\\\/cityvision\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO Premium plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo | City Vision","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo","og_description":"Ngubani owakhe wayicinga ukuba kungaze kukhuthuzwe, kudlwengulwe abantu ecaweni phambi kwabantu bejongile.","og_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/","og_site_name":"City Vision","article_publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/","article_published_time":"2023-04-27T04:06:19+00:00","article_modified_time":"2025-03-19T23:52:24+00:00","og_image":[{"width":1020,"height":765,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","type":"image\/jpeg"}],"author":"Unathi Obose","twitter_card":"summary_large_image","twitter_creator":"@cityvisionlive","twitter_site":"@cityvisionlive","twitter_misc":{"Written by":"City Vision","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/"},"author":{"name":"City Vision","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/person\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458"},"headline":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo","datePublished":"2023-04-27T04:06:19+00:00","dateModified":"2025-03-19T23:52:24+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/"},"wordCount":468,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","articleSection":["News"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#respond"]}],"copyrightYear":"2023","copyrightHolder":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"}},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/","name":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo | City Vision","isPartOf":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#website"},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#primaryimage"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","datePublished":"2023-04-27T04:06:19+00:00","dateModified":"2025-03-19T23:52:24+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/"]}]},{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#primaryimage","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","contentUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","width":1020,"height":765,"caption":"Uceba ka Wadi 87 uKhayelethu Kama uthetha nabahlali ngexa bekubanjwe umthandazo kwiholo labahlali base Taiwan iSacla.uMFANEKISO: UNATHI OBOSE"},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kuthandazelwa-uxolo-ne-nzolo-20230426\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"News","item":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},{"@type":"ListItem","position":3,"name":"Kuthandazelwa uxolo ne nzolo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#website","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/","name":"City Vision","description":"To Inform, Engage and Empower Local Communities","publisher":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization","name":"City Vision","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/city-vision-site-icon.png","contentUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/city-vision-site-icon.png","width":512,"height":512,"caption":"City Vision"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/logo\/image\/"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/","https:\/\/x.com\/cityvisionlive","https:\/\/www.youtube.com\/@cityvisionnews"],"description":"City Vision is a free weekly community newspaper distributed every Thursday in the townships of the Cape Peninsula, including areas such as Khayelitsha, Gugulethu, and Nyanga. Published in both English and isiXhosa, it serves as a vital source of local news and information for these communities.","email":"cityvision@novusmedia.co.za","telephone":"021 910 6500","legalName":"Novus Media (Pty) Ltd","foundingDate":"2025-01-01","vatID":"4100318916","taxID":"2000\/018234\/07","numberOfEmployees":{"@type":"QuantitativeValue","minValue":"51","maxValue":"200"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/person\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458","name":"City Vision","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","caption":"City Vision"},"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/author\/cityvision\/"}]}},"jetpack_featured_media_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/f763bc7ea745427ab563b6836824daf1.jpg","jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":46080,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/usapho-lufunisa-ngothandiweyo-walo-20220209\/","url_meta":{"origin":44074,"position":0},"title":"Usapho lufunisa ngothandiweyo walo","author":"City Vision","date":"10 February 2022","format":false,"excerpt":"Usapho lwengingqi iMakhaya, eKhayelitsha, lumemelela kuluntu ukuba luncede ekukhangeleni ilungu losapho uPholiswa Mboza.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/10ecf2094c1143e5911c4e0977815c78.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200},"classes":[]},{"id":42723,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kukhuthazwa-abazali-ukuba-bathethe-phandle-nabantwana-20240619\/","url_meta":{"origin":44074,"position":1},"title":"Kukhuthazwa abazali ukuba bathethe phandle nabantwana","author":"City Vision","date":"21 June 2024","format":false,"excerpt":"Liqaqobana labahlali baseKhayelitsha kunye neengingqi ezikufutshane abathe bahlangana eLookout Hill ngelokuhlalutya imvelaphi yabo ngoMgqibelo umhla wesibhozo kweyeSilimela.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6b5af68f2336485983f19fc5bea4be8c.jpg?resize=1400%2C800&ssl=1 4x"},"classes":[]},{"id":266421,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/ziphi-iinkosi-zomthonyama-khe-zisihlangule-kule-nyula\/","url_meta":{"origin":44074,"position":2},"title":"Ziphi iinkosi zomthonyama khe zisihlangule kule nyula?","author":"City Vision","date":"18 September 2025","format":false,"excerpt":"Nencwadi emlom' ubomvu iyayicacisa into yokuba uThixo wadala uAdam wamenza nje ngomfuziselo wakhe.","rel":"","context":"In &quot;Community&quot;","block_context":{"text":"Community","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/community\/"},"img":{"alt_text":"Unathi Obose","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/Unathi-Obose.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/Unathi-Obose.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/Unathi-Obose.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/Unathi-Obose.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/Unathi-Obose.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x"},"classes":[]},{"id":45821,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/baxhotyiswe-ngobungobungozi-abantwana-kwalanga-20220330\/","url_meta":{"origin":44074,"position":3},"title":"Baxhotyiswe ngobungobungozi abantwana kwaLanga","author":"City Vision","date":"31 March 2022","format":false,"excerpt":"Iqaqobana labantwana abancinci bakwaLanga badibene kwiziko i-Ikhaya Le Langa ngoLwesihlanu umhla wama-25 kweyoKwindla nalapho bebefundiswa ngobungozi beziyobisi kunye nangamalungelo abo.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/cda0bae867e04414ba572583ef1312e2.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/cda0bae867e04414ba572583ef1312e2.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/cda0bae867e04414ba572583ef1312e2.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/cda0bae867e04414ba572583ef1312e2.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x"},"classes":[]},{"id":44880,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/zixhobisa-abazali-iingcibi-zeli-20221005\/","url_meta":{"origin":44074,"position":4},"title":"Zixhobisa abazali iingcibi zeli","author":"City Vision","date":"6 October 2022","format":false,"excerpt":"Bebephume ngobuninzi abazali baseNyanga kunye neengingqi eziyingqongileyo ngelokuzimasa intlanganiso ibiququzelelwa yimibutho ejongene nesiko lokwaluka.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/eade6b65895642ddb6f5dc01818787c8.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/eade6b65895642ddb6f5dc01818787c8.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/eade6b65895642ddb6f5dc01818787c8.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/eade6b65895642ddb6f5dc01818787c8.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/eade6b65895642ddb6f5dc01818787c8.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x"},"classes":[]},{"id":46350,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/kumenywa-abazali-entlanganisweni-20250205\/","url_meta":{"origin":44074,"position":5},"title":"Kumenywa abazali entlanganisweni","author":"City Vision","date":"6 February 2025","format":false,"excerpt":"Ikomiti ye-Repatriation and Reburial, phantsi kombutho wezopolitiko iANC kunye nephiko lawo uMkhonto Wesizwe, imema bonke abantu abaswelekelwa zizizalwane zabo ziselubhacweni kwiintlanganiso ezizakuba zibanjwe kule veki izayo kwiingingqi ezahlukeneyo","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"distributor_meta":false,"distributor_terms":false,"distributor_media":false,"distributor_original_site_name":"City Vision","distributor_original_site_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision","push-errors":false,"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/44074","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/users\/20"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=44074"}],"version-history":[{"count":0,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/44074\/revisions"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/media\/44079"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=44074"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=44074"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=44074"},{"taxonomy":"newspack_spnsrs_tax","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/newspack_spnsrs_tax?post=44074"},{"taxonomy":"publication","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/publication?post=44074"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}