{"id":42527,"date":"2024-08-08T06:05:06","date_gmt":"2024-08-08T04:05:06","guid":{"rendered":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/"},"modified":"2025-03-20T03:48:07","modified_gmt":"2025-03-20T01:48:07","slug":"u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/","title":{"rendered":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo"},"content":{"rendered":"\n<p>Ayingomsebenzi olula ukuphekela abantu iveki yonke ube ungathathi ntweni, kodwa ngemfefe zikaMdali konke kuyenzeka, lawo ngamazwi kaSiphokazi Dlisani ongumseki weIsipho Sabantu Community Kitchen kwingingqi yase Ext 6 eMfuleni. <\/p>\n\n\n\n<p>Oku ukudize ngexesha i<span>City Vision <\/span>indwendwele ikhaya lakhe ngoLwesibini umhla wesithandathu kweyeThupha. <\/p>\n\n\n\n<p>Ebeka elubala indlela awathi waqala ngayo ukuphekela abantu, uDlisani uhambise wathi waqala ngale nyanga kwiminyaka emibini edlulileyo (2022), eqhutywa yintlungu yomntana awambona eyothengisa iitoti kwindawo ethengisa ubugoxo. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cNdandikhaphe iphelo lam ndilisa esikolweni kwalapha eMfuleni, nalapho ndathi ndisendleleni ndabona umntana omncinci kakhulu (uqikelela kwiminyaka esibhozo) ephethe ubugoxo eyobuthengisa. Ngelishwa, wafika kungekavulwa kulendawo nalapho wafika walahla elisaka esangweni wakhala. Ndaye ndambiza ndambuza ukuba yintoni ingxaki, wathi ebeyokuthengisa iitoti qha kuvaliwe,\u201d uthethe watsho uDlisani, woleka ngelithi wathi xa embuza ukuba ezitoti bezizakuxabisa malini, wathi iR3. <\/p>\n\n\n\n<p>Uqhube wathi wagqibe ukuba amnike iR5. <\/p>\n\n\n\n<p>Uhambise wathi yamntya le meko yalomntwana, nalapho kusuku olulandelayo wathatha isigqibo sokuba uzakuphekela abantwana abancinci ekuhlaleni. <\/p>\n\n\n\n<p>Uthe kusuku olulandelayo waqalisa wapheka. \u201cKwakungoLwesine umhla wama 22 kweyeThupha uqala kwam ngqa ukupheka nalapho ndandiphekele iqaqobana labantwana balapha ekuhlaleni. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cNgelishwa lowa umntana ndandidibene naye eyothengisa iitoti zange ndiphinde ndimbone ngoba andizange ndikwazi ukuncokola naye ndimbuze ukuba uhlala phi na. Ndathi ndakumnika imali wayithatha wabaleka ngoko nangoko,\u201d ubalise watsho uNdlisani. <\/p>\n\n\n\n<p>Uqhube wathi emva kokuba ebaphakele abantwana wabaxelela uzakuphinda abaphakele ngoMgqibelo ozayo. <\/p>\n\n\n\n<p>Uhambise wathi kwathi kwanti akalazanga eliwinayo, wathi esemsebenzini ngoLwesihlanu wafumana umnxeba komnye wabantwana bakhe emxelela ukuba kukho abantwana bafolile ngaphandle kweyadi bathi bafuna ukutya.<\/p>\n\n\n\n<p>U-Dlisani uthi wothuka wagqiba ekubeni mabaxelelwe ukuba babuye kusuku olulandelayo. \u201cNdandisitsho nje nam, ndandingazazi ukuba ndizakubathini. Emsebenzini ndandiphangela iintsuku ezimbini ngeveki uLwesibini noLwesihlanu. KwakungoLwesihlanu ngoku ndifumana lo mnxeba wokuba abantwana bandilindile bafuna ukutya, kwaye yayilusuku lwam lokurhola. Ndathetha nomlungu wam ndamcela ukuba andibhatale nemali yeveki ezayo. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cEneneni wavuma wandinika. Ndagqitha kwenye yeevenkile ndathenga iilofu zezonka zalishumi, poloni enkulu, imbombozi yeFusion (5 litre). Ndabuya ndixhakazela emsebenzini,\u201d uthethe watsho. <\/p>\n\n\n\n<p>Uthi abantwana bakhe babengakholelwa bakumbona efika kodwa bamxhasa. Uthe ususela ngoko wayepheka rhoqo ngoLwezine nangoMgqibelo. Uthe ekupheleni konnyaka ophelileyo, ngenxa yokubona umthamo wabantu abazokuphaka, waqalisa wapheka ukuqala ngoMvulo, Lwesibini, Lwesithathu, Lwesine kunye noMgqibelo. <\/p>\n\n\n\n<p>U-Dlisani, nongumama wabantwana abane, uthe kwaye kwanyanzeleka ukuba ayeke emsebenzini ajongane nalento ayenzayo. <\/p>\n\n\n\n<p>Woleke ngelithi konke kuyenzeka ngenxa yenceba zikaMdali. <\/p>\n\n\n\n<p>\u201cAndiphangeli mna kuphangela abantwana bam. Yonke lento ndiyenzayo ndiyenza ngenkxaso endiyifumana ebantwini. NgoMvulo nangoLwesibini ndiphekela abantu abathengisa ubugoxo. Ze ngoLwesithathu, Lwesine kunye noMgqibelo ndiphekele ukuhlala jikelele, kuquka nabantwana. Bangaphaya kwama700 bebonke abantu endibaphekelayo,\u201d ucacise watsho uDlisani, watsho esithi ixesha elininzi uye ancediswe ngabantu bokuhlala.<\/p>\n\n\n\n<p>Uqhubeke wathi ngoMvulo nangoLwesibini uphaka ngentsimbi yethoba ekuseni, ukanti ngezinye iimini uphaka emva kwemini xa abantwana sele bebuyile esikolweni. <\/p>\n\n\n\n<p>Uthe abanye babo bafika bathathe ukutya bahambe, ngelixa abanye betyela kwakhe.<\/p>\n\n\n\n<p>Uqhube wathi ngamanye amaxesha uye ayophakela abantu abahleli ngaseBosasa TRA abakhangela imisebenzi okanye xa kukho indawo etshe amatyotyombe uyaya ayophakela amaxhoba emililo awaphe neempahla.<\/p>\n\n\n\n<p>Omnye wabahlali abatya kwaDlisani u Dimitri Fredricks, nophila ngokuthengisa ubugoxo, uchaze uDlisani nje ngomama kuye. \u201cUyasinceda umama ngoba qho xa size apha uyasiphakela sisebenze sihluthi. Kwaye upheka kamnandi gqitha,\u201duthethe watsho Fredricks woleka ngelithi uleqa iminyaka emibini esitya phaya<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ayingomsebenzi olula ukuphekela abantu iveki yonke ube ungathathi ntweni, kodwa ngemfefe zikaMdali konke kuyenzeka, lawo ngamazwi kaSiphokazi Dlisani ongumseki weIsipho Sabantu Community Kitchen kwingingqi yase Ext 6 eMfuleni.<\/p>\n","protected":false},"author":20,"featured_media":42529,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_yoast_wpseo_linkdex":"","_yoast_wpseo_content_score":"","_yoast_wpseo_inclusive_language_score":"","_yoast_wpseo_is_cornerstone":"","_yoast_wpseo_canonical":"","_yoast_wpseo_opengraph-title":"","_yoast_wpseo_opengraph-description":"","_yoast_wpseo_opengraph-image":"","_yoast_wpseo_opengraph-image-id":"","_yoast_wpseo_twitter-title":"","_yoast_wpseo_twitter-description":"","_yoast_wpseo_twitter-image":"","_yoast_wpseo_twitter-image-id":"","newspack_ads_suppress_ads":false,"newspack_sponsor_sponsorship_scope":"","newspack_sponsor_native_byline_display":"inherit","newspack_sponsor_native_category_display":"inherit","newspack_sponsor_underwriter_style":"inherit","newspack_sponsor_underwriter_placement":"inherit","_crsspst_to_novanewscoza":false,"_crsspst_to_novanewscozabloemnewsexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozadistrictmailhelderberg":false,"_crsspst_to_novanewscozaeikestadnuus":false,"_crsspst_to_novanewscozahermanustimes":false,"_crsspst_to_novanewscozakomani-karoo":false,"_crsspst_to_novanewscozakougaexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozamthathaexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozanoordkaapbulletin":false,"_crsspst_to_novanewscozapaarlpost":false,"_crsspst_to_novanewscozapeexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozapeoplespost":false,"_crsspst_to_novanewscozaswartlandgazette":false,"_crsspst_to_novanewscozatygerburger":false,"_crsspst_to_novanewscozaudexpress":false,"_crsspst_to_novanewscozavistanews":false,"_crsspst_to_novanewscozavrystaatkroon":false,"_crsspst_to_novanewscozaweskusnuus":false,"_crsspst_to_novanewscozaweslander":false,"_crsspst_to_novanewscozaworcesterstandard":false,"_EventAllDay":"","_EventTimezone":"","_EventStartDate":"","_EventEndDate":"","_EventStartDateUTC":"","_EventEndDateUTC":"","_EventShowMap":"","_EventShowMapLink":"","_EventURL":"","_EventCost":"","_EventCostDescription":"","_EventCurrencySymbol":"","_EventCurrencyCode":"","_EventCurrencyPosition":"","_EventDateTimeSeparator":"","_EventTimeRangeSeparator":"","_EventOrganizerID":"","_EventVenueID":"","_OrganizerEmail":"","_OrganizerPhone":"","_OrganizerWebsite":"","_VenueAddress":"","_VenueCity":"","_VenueCountry":"","_VenueProvince":"","_VenueState":"","_VenueZip":"","_VenuePhone":"","_VenueURL":"","_VenueStateProvince":"","_VenueLat":"","_VenueLng":"","_VenueShowMap":"","_VenueShowMapLink":"","_application":"","_batch_id":"","_company_name":"","_company_tagline":"","_company_twitter":"","_company_video":"","_company_website":"","_custom_id":"3e0e424b-9f36-44ed-825a-a234acb4eff9","_EventDuration":"","_EventOrigin":"","_EventTimezoneAbbr":"","_featured":"","_filled":"","_job_expires":"","_job_location":"","_media_credit":"","_media_credit_url":"","_menu_item_menu_item_parent":"","_menu_item_object":"","_menu_item_object_id":"","_menu_item_target":"","_menu_item_type":"","_menu_item_url":"","_menu_item_xfn":"","_navis_media_can_distribute":"","_navis_media_credit_org":"","_OrganizerOrigin":"","_provider":"","_pum_built_in":"","_pum_default_theme":"","_pum_form_conversion_count":"","_remote_id":"","_remote_name":"","_remote_position":"","_report_frequency":"","_report_reference_dates":"","_send_attempts":"","_site_id":"","_sitemap_exclude":"","_sitemap_frequency":"","_sitemap_priority":"","_source_url":"","_subscription_period":"","_subscription_period_interval":"","_subscription_price":"","_tec_slr_enabled":"","_tec_slr_layout":"","_template_type":"","_ticket_end_date":"","_ticket_start_date":"","_tribe_aggregator_allow_multiple_organizers":"","_tribe_aggregator_content_type":"","_tribe_aggregator_file":"","_tribe_aggregator_finalized":"","_tribe_aggregator_hash":"","_tribe_aggregator_import_id":"","_tribe_aggregator_import_name":"","_tribe_aggregator_interactive":"","_tribe_aggregator_origin":"","_tribe_aggregator_post_status":"","_tribe_aggregator_preview":"","_tribe_aggregator_source_name":"","_tribe_aggregator_type":"","_tribe_default_ticket_provider":"","_tribe_hide_attendees_list":"","_tribe_rsvp_for_event":"","_tribe_ticket_capacity":"","_tribe_ticket_header":"","_tribe_ticket_show_description":"","_tribe_ticket_show_not_going":"","_tribe_ticket_version":"","_type":"","_VenueOrigin":"","_wp_attachment_context":"","_wp_attachment_image_alt":"","_wp_font_face_file":"","_wp_old_date":"","_yoast_wpseo_estimated-reading-time-minutes":"","_yoast_wpseo_focuskeywords":"","_yoast_wpseo_focuskw_text_input":"","_yoast_wpseo_keywordsynonyms":"","_yoast_wpseo_primary_block-catalog":"","_yoast_wpseo_primary_category":"","_yoast_wpseo_primary_job_listing_type":"","_yoast_wpseo_primary_nova_retailer":"","_yoast_wpseo_primary_publication":"","_yoast_wpseo_primary_tribe_events_cat":"","_yoast_wpseo_videositemap-duration":"","_yoast_wpseo_videositemap-rating":"","_menu_item_classes":[],"_tribe_modified_fields":[],"_wp_attachment_backup_sizes":[],"_wp_suggested_privacy_policy_content":[],"_yoast_post_redirect_info":[],"_yoast_wpseo_video_meta":[],"activation_date":"","archive_insertion_is_repeating":"","archive_insertion_posts_count":"","article_feature_media":"","article_feature_type":"","article_main_image_caption":"","article_media_icon":"","article_template":"","author_byline":"Unathi Obose","background_color":"","block_editor":"","byline":"","cmplz_hide_cookiebanner":"","competition_end_date":"","contact_advertise_email":"","contact_advertise_phone":"","contact_editorial_email":"","contact_general_email":"","contact_general_phone":"","contact_office_hours":"","contact_physical_address":"","enabled":"","featured_image_custom_caption":"","featured_video_url":"","fields":"","font_body":"","font_header":"","frequency":"","headline":"","hide_border":"","icon":"","is_wp_suggestion":"","issuu_download_url":"","issuu_embed_url":"","language_version_url":"","large_border":"","name":"","nm_contact_name":"","nm_contact_number":"","nm_date_lost":"","no_overlay_background":"","node-url":"","obituary_born_date":"","obituary_died_date":"","obituary_memoriam_text":"","origin":"","overlay_color":"","overlay_opacity":"","overlay_size":"","placement":"","plural_label":"","post_author":"","post_id":"","post_language":"en","secret-key":"","sponsored_utm_campaign":"","sponsored_utm_content":"","sponsored_utm_medium":"","sponsored_utm_source":"","sponsored_utm_term":"","start_date":"","utm_suppression":"","video_embed_url":"","wp_pattern_sync_status":"","data_version":[],"enclosure":[],"pongrass_image":[],"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_newspack_byline_active":false,"_newspack_byline":"","newspack_content_restriction_is_exempt":false,"scaip_prevent_shortcode_addition":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1],"tags":[],"newspack_spnsrs_tax":[],"publication":[],"class_list":["post-42527","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-news"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO Premium plugin v27.8 (Yoast SEO v27.8) - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-premium-wordpress\/ -->\n<title>U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo | City Vision<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ayingomsebenzi olula ukuphekela abantu iveki yonke ube ungathathi ntweni, kodwa ngemfefe zikaMdali konke kuyenzeka, lawo ngamazwi kaSiphokazi Dlisani ongumseki weIsipho Sabantu Community Kitchen kwingingqi yase Ext 6 eMfuleni.\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"City Vision\" \/>\n<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-08-08T04:05:06+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-03-20T01:48:07+00:00\" \/>\n<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:width\" content=\"1920\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:height\" content=\"1080\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:type\" content=\"image\/jpeg\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"Unathi Obose\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:creator\" content=\"@cityvisionlive\" \/>\n<meta name=\"twitter:site\" content=\"@cityvisionlive\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"City Vision\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"City Vision\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458\"},\"headline\":\"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo\",\"datePublished\":\"2024-08-08T04:05:06+00:00\",\"dateModified\":\"2025-03-20T01:48:07+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/\"},\"wordCount\":489,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg\",\"articleSection\":[\"News\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#respond\"]}],\"copyrightYear\":\"2024\",\"copyrightHolder\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"}},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/\",\"name\":\"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo | City Vision\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#website\"},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#primaryimage\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg\",\"datePublished\":\"2024-08-08T04:05:06+00:00\",\"dateModified\":\"2025-03-20T01:48:07+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/\"]}]},{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#primaryimage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg\",\"width\":1920,\"height\":1080,\"caption\":\"Abanye babantu abaphila ngokuthengisa ubugoxo bayazitika kwikhitshi lika Siphokazi Dlisani i-Isipho Sabantu Community Kitchen. UMFANEKISO: UNATHI OBOSE\"},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"News\",\"item\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/news\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":3,\"name\":\"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\",\"name\":\"City Vision\",\"description\":\"To Inform, Engage and Empower Local Communities\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#organization\",\"name\":\"City Vision\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/city-vision-site-icon.png\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/03\\\/city-vision-site-icon.png\",\"width\":512,\"height\":512,\"caption\":\"City Vision\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/CityVisionOnline\\\/\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/cityvisionlive\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@cityvisionnews\"],\"description\":\"City Vision is a free weekly community newspaper distributed every Thursday in the townships of the Cape Peninsula, including areas such as Khayelitsha, Gugulethu, and Nyanga. Published in both English and isiXhosa, it serves as a vital source of local news and information for these communities.\",\"email\":\"cityvision@novusmedia.co.za\",\"telephone\":\"021 910 6500\",\"legalName\":\"Novus Media (Pty) Ltd\",\"foundingDate\":\"2025-01-01\",\"vatID\":\"4100318916\",\"taxID\":\"2000\\\/018234\\\/07\",\"numberOfEmployees\":{\"@type\":\"QuantitativeValue\",\"minValue\":\"51\",\"maxValue\":\"200\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458\",\"name\":\"City Vision\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"City Vision\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/novanews.co.za\\\/cityvision\\\/author\\\/cityvision\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO Premium plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo | City Vision","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo","og_description":"Ayingomsebenzi olula ukuphekela abantu iveki yonke ube ungathathi ntweni, kodwa ngemfefe zikaMdali konke kuyenzeka, lawo ngamazwi kaSiphokazi Dlisani ongumseki weIsipho Sabantu Community Kitchen kwingingqi yase Ext 6 eMfuleni.","og_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/","og_site_name":"City Vision","article_publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/","article_published_time":"2024-08-08T04:05:06+00:00","article_modified_time":"2025-03-20T01:48:07+00:00","og_image":[{"width":1920,"height":1080,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","type":"image\/jpeg"}],"author":"Unathi Obose","twitter_card":"summary_large_image","twitter_creator":"@cityvisionlive","twitter_site":"@cityvisionlive","twitter_misc":{"Written by":"City Vision","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/"},"author":{"name":"City Vision","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/person\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458"},"headline":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo","datePublished":"2024-08-08T04:05:06+00:00","dateModified":"2025-03-20T01:48:07+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/"},"wordCount":489,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","articleSection":["News"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#respond"]}],"copyrightYear":"2024","copyrightHolder":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"}},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/","name":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo | City Vision","isPartOf":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#website"},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#primaryimage"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","datePublished":"2024-08-08T04:05:06+00:00","dateModified":"2025-03-20T01:48:07+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/"]}]},{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#primaryimage","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","contentUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","width":1920,"height":1080,"caption":"Abanye babantu abaphila ngokuthengisa ubugoxo bayazitika kwikhitshi lika Siphokazi Dlisani i-Isipho Sabantu Community Kitchen. UMFANEKISO: UNATHI OBOSE"},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-dlisani-uncame-konke-ukuze-ondle-intlaninge-esweleyo-20240807\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"News","item":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},{"@type":"ListItem","position":3,"name":"U-Dlisani uncame konke ukuze ondle intlaninge esweleyo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#website","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/","name":"City Vision","description":"To Inform, Engage and Empower Local Communities","publisher":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#organization","name":"City Vision","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/city-vision-site-icon.png","contentUrl":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/city-vision-site-icon.png","width":512,"height":512,"caption":"City Vision"},"image":{"@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/logo\/image\/"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/CityVisionOnline\/","https:\/\/x.com\/cityvisionlive","https:\/\/www.youtube.com\/@cityvisionnews"],"description":"City Vision is a free weekly community newspaper distributed every Thursday in the townships of the Cape Peninsula, including areas such as Khayelitsha, Gugulethu, and Nyanga. Published in both English and isiXhosa, it serves as a vital source of local news and information for these communities.","email":"cityvision@novusmedia.co.za","telephone":"021 910 6500","legalName":"Novus Media (Pty) Ltd","foundingDate":"2025-01-01","vatID":"4100318916","taxID":"2000\/018234\/07","numberOfEmployees":{"@type":"QuantitativeValue","minValue":"51","maxValue":"200"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/#\/schema\/person\/11864c3a6fbb8f94f0d6575e9e089458","name":"City Vision","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/f09f7afc10d37f19acc41019602b8004f6a1c574a3093b9a58b87c207ec94180?s=96&d=mm&r=g","caption":"City Vision"},"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/author\/cityvision\/"}]}},"jetpack_featured_media_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/6830795d32fd453e99c7a82eb5af2c3a.jpg","jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":266052,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/u-siphokazi-dlisani-wakhetha-uyeka-umsebenzi-ukuze-ancede-abantu-abasweleyo\/","url_meta":{"origin":42527,"position":0},"title":"U-Siphokazi Dlisani wakhetha uyeka umsebenzi ukuze ancede abantu abasweleyo","author":"City Vision","date":"21 August 2025","format":false,"excerpt":"Intlungu yomntwana osweleyo isathe gqolo ukulandela umama waseMfuleni uSiphokazi Dlisani noqhuba ikhitshi elondla abantu kunye nabantwana abangathathi ntweni.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"KITCHEN","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/08\/KITCHEN3_96688.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/08\/KITCHEN3_96688.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/08\/KITCHEN3_96688.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/08\/KITCHEN3_96688.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/08\/KITCHEN3_96688.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x"},"classes":[]},{"id":46104,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/baxhalabile-abahlali-emva-kokudutyulwa-kwabafana-ababini-20220202\/","url_meta":{"origin":42527,"position":1},"title":"Baxhalabile abahlali emva kokudutyulwa kwabafana ababini","author":"City Vision","date":"3 February 2022","format":false,"excerpt":"Abahlali base Bardale eMfuleni bashiyeke benkwatya emva kwesithwakumbe sokudutyulwa kwabafana ababini.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/d95e3ceee69547c4b0bb79436667a3e2.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/d95e3ceee69547c4b0bb79436667a3e2.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/d95e3ceee69547c4b0bb79436667a3e2.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/d95e3ceee69547c4b0bb79436667a3e2.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x"},"classes":[]},{"id":265118,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/luphalaza-imbilini-layo-ixhoba-lolwaluko\/","url_meta":{"origin":42527,"position":2},"title":"Luphalaza imbilini yalo ixhoba lolwaluko","author":"City Vision","date":"17 July 2025","format":false,"excerpt":"Nanjengoko abantu abaninzi xa kufike ixesha lokusa amakhwenkwe entabani bebhiyoza, ingakumbi xa bebuya, ku Masithembe Rawe (onama 31) nohlala kwingingqi yase Extension 4, eMfuleni, livuselela amanxeba neenkumbulo ezimbi. U-Rawe, nonkaba yakhe ikuTsolo, uthi rhoqo kufika eli xesha kuye kubabuhlungu ngaphakathi entliziyweni. Uthi nangona waya esuthwini kwinyanga yoMnga kumnyaka wama 2011,\u2026","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"BO","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/07\/BO_45759-e1752750541452.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/07\/BO_45759-e1752750541452.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/07\/BO_45759-e1752750541452.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x"},"classes":[]},{"id":44029,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/awayivali-imilomo-amaxhoba-omlilo-emva-kofumana-amalizo-20230517\/","url_meta":{"origin":42527,"position":3},"title":"Awayivali imilomo amaxhoba omlilo emva kofumana amalizo","author":"City Vision","date":"18 May 2023","format":false,"excerpt":"Bebengayivali imilomo abahlali bamatyotyombe baseThembeni eNomzamo ngexesha bebefumana iimpahla kunye neebhedi beziphiwa ngamalungu ombutho iSinikithemba ngeCawe umhla we 14 kuCanzibe. Oku kususela emva kokuba kutshe amatyotyombe angaphaya kwama 60 k","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/4217a81799f54a989b138be8e9616ce5.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/4217a81799f54a989b138be8e9616ce5.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/4217a81799f54a989b138be8e9616ce5.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/4217a81799f54a989b138be8e9616ce5.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/4217a81799f54a989b138be8e9616ce5.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x"},"classes":[]},{"id":44249,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/amapolisa-aqhwatyelwa-iizandla-20230308\/","url_meta":{"origin":42527,"position":4},"title":"Amapolisa aqhwatyelwa iizandla","author":"City Vision","date":"9 March 2023","format":false,"excerpt":"Baziqhwabele izandla abahlali baseDriftsands, kwaye abayivali imilomo, emva kokubona amapolisa emise kufuphi ne-bhulorho yenyawo egqitha kuhola wendlela uN2, nalapho ebesetsha khona uluntu.","rel":"","context":"In &quot;News&quot;","block_context":{"text":"News","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/news\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/3d1ce2662fe042ab8352e22643a0bea4.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/3d1ce2662fe042ab8352e22643a0bea4.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/3d1ce2662fe042ab8352e22643a0bea4.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/3d1ce2662fe042ab8352e22643a0bea4.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x"},"classes":[]},{"id":263349,"url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/aphelile-amakhaya-ngenxa-yokungavani-kwabantu-bezalwa-ngumntu-omnye\/","url_meta":{"origin":42527,"position":5},"title":"Aphelile amakhaya ngenxa yokungavani kwabantu bezalwa ngumntu omnye","author":"City Vision","date":"5 June 2025","format":false,"excerpt":"Kodwa siyindlu emnyama kuyafuneka khe siphefumlelane ngomba weyantlukwano phakathi kweentsapho zendlu enye. Ngumkhwa othande ukuxhaphaka lo kumakhaya onke, nalapho kuye kubekho umsantsa phakathi kosapho.","rel":"","context":"In &quot;Community&quot;","block_context":{"text":"Community","link":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/community\/"},"img":{"alt_text":"Unathi Obose","src":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=1050%2C600&ssl=1 3x, https:\/\/i0.wp.com\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-content\/uploads\/2025\/03\/WP-City-Vision-Unathi-Obose.jpg?resize=1400%2C800&ssl=1 4x"},"classes":[]}],"distributor_meta":false,"distributor_terms":false,"distributor_media":false,"distributor_original_site_name":"City Vision","distributor_original_site_url":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision","push-errors":false,"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/42527","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/users\/20"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=42527"}],"version-history":[{"count":0,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/42527\/revisions"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/media\/42529"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=42527"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=42527"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=42527"},{"taxonomy":"newspack_spnsrs_tax","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/newspack_spnsrs_tax?post=42527"},{"taxonomy":"publication","embeddable":true,"href":"https:\/\/novanews.co.za\/cityvision\/wp-json\/wp\/v2\/publication?post=42527"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}