Liyinene elokuba ixakile imipu kwiindawo zethu. Ixhomisa amehlo le meko. Okona kothusayo kukubona ukuba ayinamntu mdala namncinci lento, kwaye ayinamfazi ayinandoda.
Lo mama wase KTC ufunyenwe ne AK47 ebewuthatha phi umpu ongaka, kwaye ebeza kuwenza ntoni.
Hayi urhulumente makenze icebo, ayondlela yokuphila le.


