Imfundo ngezempilo ibalulekile, kwaye iqala ekhaya. Luxanduva lwethu njengabazali ukufundisa abantwana ngendlela eyiyo.
Abantwana benza izinto ngohlobo ezenziwa ngalo emakwabo. Indoda exukuxa ejimini okanye ngoratya makube yakhuliswa ngolohlobo. Ekuseni iginya nje konke ingene endleleni. Lonto asoze itshintshe apha ebudaleni. Nyamezelani nto zakuthi.




