Want to comment on posts, engage with fellow readers, and submit stories, letters, feedback and more?
Topic Menu:
News
-
Men march against Gender-Based Violence, demand equal treatment from police
A group of men from Nyanga and the surrounding areas braved chilly weather yesterday (28 August) and marched from the Shawco building at Sithandathu Avenue to Nyanga Police Station.
-
Imipu ifuna ingqwalasela
Umcimbi wemipu uthande ukuxaka. Ndiyafuna ukuthi bakhona abantu abasemagunyeni aba bandakanyekayo kwinto yemipu ekwizandla zemigewu. Ndiyafuna ukuthi kufuneka kuqalwe iphulo lokuhlaziya iinkonzo zamapolisa oMzantsi Afrika kunye naku mkhosi weli. Zini
-
WANTED: Manhunt for three suspects in CIT heist case launched
The Directorate for Priority Crime Investigation is seeking public assistance in locating Cassiem Isaac Feni (37), Tebogo Simon Maluke (51) and Avuyile Mjongwana (23).
-
Kuthandazelwa ubundlobongela
Liqaqobana labantu ebelihlangene kwiholo loluntu eLower Crossroads ngoMgqibelo umhla wama 24 kweyeThupha ngethuba lomthandazo wokulwa nobundlobongela kwiingingqi eziphantsi kwesikhululo samapolisa sasePhilippi-East.
-
Makhaza police probe abandoned foetus discovered in Town Two
Makhaza police have opened an inquest following the discovery of an abandoned foetus in Town Two, on Sunday 25 August.
-
Uwuthatha phi umpu lo mama
Liyinene elokuba ixakile imipu kwiindawo zethu. Ixhomisa amehlo le meko. Okona kothusayo kukubona ukuba ayinamntu mdala namncinci lento, kwaye ayinamfazi ayinandoda.
-
Ofuna utywala makadibane nesimokolo
Inkqayi ingena ngentlontlo. Eli liqhalo elinentsingiselo esitheleyo, ingakumbi ukuba isiXhosa awusichani kakuhle.
-
OPINION: Let’s love, not kill our children
With the ever-improving technology, it’s hard to believe that some people get pregnant and go through the entire cycle, only to dump the baby at birth or after birth.
-
Impatho imbi yonke ndawo
Impilo inzima, ifuna abomeleleyo. Wayibona lento uZahara. Kunzima kwiindawo zethu, hayi nje indaba yokudlala. Akuthembakali mntu, nditsho nomntwana lo unemifinya. Ingxaki yile mipu uthetha ngayo (“Makubhangiswe imithetho egunyazisa imipu” City Vision
-
Young women empowered
In an attempt to empower young women the non-profit organisation (NPO) Two Sisters, community-service organisation Nacosa and recruitment agency Smart HR Solutions, held a two-day workshop tailored specifically for women.






